1 Samuweli 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwathi ke ngaloo mihla amaFilisti aqokelela iinkampu zawo zomkhosi ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokungathandabuzekiyo uyazi ukuba ufanele uphume nam ukuya enkampini, wena namadoda akho.”+
28 Kwathi ke ngaloo mihla amaFilisti aqokelela iinkampu zawo zomkhosi ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokungathandabuzekiyo uyazi ukuba ufanele uphume nam ukuya enkampini, wena namadoda akho.”+