1 Samuweli 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku kwakungafumaneki mkhandi kulo lonke ilizwe lakwaSirayeli, ngenxa yokuba amaFilisti ayethe: “Ukuze amaHebhere angenzi krele okanye mkhonto.”+ 2 Korinte 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 BangamaHebhere na? Nam ndinguye.+ BangamaSirayeli na? Nam ndinguye. Bayimbewu ka-Abraham na? Nam ndiyiyo.+
19 Ke kaloku kwakungafumaneki mkhandi kulo lonke ilizwe lakwaSirayeli, ngenxa yokuba amaFilisti ayethe: “Ukuze amaHebhere angenzi krele okanye mkhonto.”+
22 BangamaHebhere na? Nam ndinguye.+ BangamaSirayeli na? Nam ndinguye. Bayimbewu ka-Abraham na? Nam ndiyiyo.+