Eksodus 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ekugqibeleni uMoses wadanduluka kuYehova, esithi: “Ndiya kusithini na esi sizwana? Sekukancinane ukuba sindixulube!”+ Numeri 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ke, yonke indibano yathi mabagityiselwe ngamatye.+ Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova ententeni yokuhlangana kubo bonke oonyana bakaSirayeli.+
4 Ekugqibeleni uMoses wadanduluka kuYehova, esithi: “Ndiya kusithini na esi sizwana? Sekukancinane ukuba sindixulube!”+
10 Kodwa ke, yonke indibano yathi mabagityiselwe ngamatye.+ Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova ententeni yokuhlangana kubo bonke oonyana bakaSirayeli.+