21 Ekugqibeleni uDavide wafika kulaa madoda angamakhulu mabini+ awayedinwe kakhulu ukuba angahamba noDavide, nalawo ahlala ngasentlanjeni yaseBhesore; yaye wona aphuma ukuhlangabeza uDavide nokuhlangabeza abantu ababekunye naye. Akusondela ebantwini uDavide waqala ukubabuza ukuba banjani na.