1 Samuweli 30:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wasukela ke uDavide,+ yena namadoda angamakhulu amane, kodwa amadoda angamakhulu amabini awayedinwe kakhulu ukuba angayiwela intlambo yeBhesore+ ema ngxi.
10 Wasukela ke uDavide,+ yena namadoda angamakhulu amane, kodwa amadoda angamakhulu amabini awayedinwe kakhulu ukuba angayiwela intlambo yeBhesore+ ema ngxi.