Yoshuwa 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYoshuwa wamsikelela waza wamnika iHebron uKalebhi unyana kaYefune njengelifa.+ Yoshuwa 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 nentsimi yesixeko nemizi yaso bayinika uKalebhi unyana kaYefune njengelifa lakhe.+