Yoshuwa 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+ ABagwebi 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ekunikeni kwabo uKalebhi iHebron, kanye njengoko wayethembisile uMoses,+ ngoko wabagxotha apho oonyana abathathu baka-Anaki.+ 1 Kronike 6:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Ke yona intsimi yeso sixeko nemizi+ yaso bazinika uKalebhi+ unyana kaYefune.+
13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+
20 Ekunikeni kwabo uKalebhi iHebron, kanye njengoko wayethembisile uMoses,+ ngoko wabagxotha apho oonyana abathathu baka-Anaki.+