Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ Yoshuwa 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku, ncedani, nindifungele ngoYehova+ ukuba, ngenxa yokuba ndiye ndanenzela ububele bothando, nani niya kuyenzela ububele bothando indlu kabawo,+ nindinike umqondiso+ endinokukholosa ngawo. Yoshuwa 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye uYoshuwa wenza uxolo kunye nawo+ wenza nomnqophiso kunye nawo ukuba awayeke ephila, kwaye izikhulu+ zendibano zafunga kuwo.+
12 Ke kaloku, ncedani, nindifungele ngoYehova+ ukuba, ngenxa yokuba ndiye ndanenzela ububele bothando, nani niya kuyenzela ububele bothando indlu kabawo,+ nindinike umqondiso+ endinokukholosa ngawo.
15 Yaye uYoshuwa wenza uxolo kunye nawo+ wenza nomnqophiso kunye nawo ukuba awayeke ephila, kwaye izikhulu+ zendibano zafunga kuwo.+