1 Samuweli 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+ INdumiso 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zininzi iintlekele ezihlela olilungisa,+Kodwa uYehova ulihlangula kuzo zonke.+
8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+