IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 27:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”

  • ABagwebi 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Athi kuye: “Nceda, ubuze+ kuThixo+ ukuze sazi ukuba indlela esiyihambayo iya kuphumelela na.”

  • ABagwebi 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke kaloku uFinehasi+ unyana kaEleyazare, unyana ka-Aron, wayemi phambi kwayo ngaloo mihla,+ esithi: “Ndiphume na kwakhona ndiye edabini nxamnye noonyana bakaBhenjamin umzalwana wam okanye ndiyeke?”+ UYehova wathi: “Nyuka, ngenxa yokuba ngomso ndiya kumnikela esandleni sakho.”+

  • 1 Samuweli 23:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndiye na, ndize ndiwaxabele la maFilisti?” Naye ke uYehova wathi kuDavide: “Yiya, uze uwaxabele amaFilisti uyisindise iKeyila.”

  • 1 Samuweli 23:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngaba abanini-mhlaba baseKeyila baya kundinikezela na esandleni sakhe? Uya kuhla na uSawule kanye njengoko evile umkhonzi wakho? Owu Yehova THIXO kaSirayeli, mxelele umkhonzi wakho, nceda.” Wathi ke uYehova: “Uya kuhla.”+

  • 1 Samuweli 28:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+

  • IMizekeliso 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kholosa ngoYehova ngayo yonke intliziyo yakho,+ ungayami ngokwakho ukuqonda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share