Numeri 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa oonyana bakaSirayeli babathimba abafazi bakwaMidiyan nabantwana babo;+ kwanezilwanyana zabo zasekhaya zonke nemfuyo yabo yonke nobuncwane babo bonke babuphanga. 2 Kronike 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.
9 Kodwa oonyana bakaSirayeli babathimba abafazi bakwaMidiyan nabantwana babo;+ kwanezilwanyana zabo zasekhaya zonke nemfuyo yabo yonke nobuncwane babo bonke babuphanga.
25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.