Levitikus 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Okuseleyo kumnikelo wokudla okuziinkozo koba kokuka-Aron noonyana bakhe,+ kube yeyona nto ingcwele+ yomnikelo kaYehova wasemlilweni. Numeri 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Wonke umnikelo+ wezinto zonke ezingcwele+ zoonyana bakaSirayeli, abawusondezayo kumbingeleli, woba ngowakhe.+
3 Okuseleyo kumnikelo wokudla okuziinkozo koba kokuka-Aron noonyana bakhe,+ kube yeyona nto ingcwele+ yomnikelo kaYehova wasemlilweni.
9 “‘Wonke umnikelo+ wezinto zonke ezingcwele+ zoonyana bakaSirayeli, abawusondezayo kumbingeleli, woba ngowakhe.+