IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 10:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ke wona amadoda angamatshivela,+ athi: “Uya kusisindisa njani na lo?”+ Ngako oko amdelela,+ aza akamzisela nantoni na esisipho.+ Kodwa yena waqhubeka ethe cwaka.+

  • Nahum 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share