2 Samuweli 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!” 2 Kronike 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo. Nahum 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+
20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!”
7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo.
15 “Khangela! Iinyawo zalowo uzisa iindaba ezilungileyo ezintabeni, lowo uvakalisa uxolo.+ Owu Yuda, bhiyozela imithendeleko yakho.+ Fezekisa izibhambathiso zakho;+ ngenxa yokuba akuyi kuphinde kudlule kuwe umntu olitshivela kwakhona.+ Uya kunqunyulwa ngokupheleleyo.”+