1 Samuweli 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+ INdumiso 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+
8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+
3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+