Numeri 31:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uze ukwahlule kubini oko kuthinjiweyo phakathi kwabo baye baphuma iphulo ukuze babe nenxaxheba edabini, kunye nenxalenye eseleyo yendibano.+ Yoshuwa 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye wahlabela mgama wathi kubo: “Buyelani ezintenteni zenu nobutyebi obuninzi nemfuyo eninzi, nesilivere negolide nobhedu nentsimbi nezambatho ezininzi kakhulu.+ Thabathani isabelo senu samaxhoba+ eentshaba zenu nabazalwana benu.” INdumiso 68:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanookumkani bemikhosi bayasaba, bayasaba.+Ke yena lowo uhlala ekhaya, ufumana isabelo sexhoba.+ 1 Timoti 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 mabenze okulungileyo,+ batyebe emisebenzini emihle,+ bangagogotyi lutho, balungele ukwabelana,+
27 Uze ukwahlule kubini oko kuthinjiweyo phakathi kwabo baye baphuma iphulo ukuze babe nenxaxheba edabini, kunye nenxalenye eseleyo yendibano.+
8 Yaye wahlabela mgama wathi kubo: “Buyelani ezintenteni zenu nobutyebi obuninzi nemfuyo eninzi, nesilivere negolide nobhedu nentsimbi nezambatho ezininzi kakhulu.+ Thabathani isabelo senu samaxhoba+ eentshaba zenu nabazalwana benu.”