Numeri 31:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uze ukwahlule kubini oko kuthinjiweyo phakathi kwabo baye baphuma iphulo ukuze babe nenxaxheba edabini, kunye nenxalenye eseleyo yendibano.+ 1 Samuweli 30:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ingubani na oya kuniphulaphula mayela neli lizwi? Kuba njengesabelo salowo uhlileyo waya edabini kwanesabelo salowo uhleli nempahla+ siya kuba njalo. Bonke baya kuba nesabelo ndawonye.”+
27 Uze ukwahlule kubini oko kuthinjiweyo phakathi kwabo baye baphuma iphulo ukuze babe nenxaxheba edabini, kunye nenxalenye eseleyo yendibano.+
24 Ingubani na oya kuniphulaphula mayela neli lizwi? Kuba njengesabelo salowo uhlileyo waya edabini kwanesabelo salowo uhleli nempahla+ siya kuba njalo. Bonke baya kuba nesabelo ndawonye.”+