1 Samuweli 14:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Nemfazwe ke yaqhubeka inzima nxamnye namaFilisti yonke imihla kaSawule.+ Xa uSawule ebone nayiphi na indoda enamandla okanye nawuphi na umntu olikroti, ubeyihlanganisela kuye.+ 1 Samuweli 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Aziqokelela ndawonye amaFilisti+ zonke iinkampu zawo eAfeki, ngoxa amaSirayeli ayemise inkampu ngasemthonjeni owawuseYizereli.+
52 Nemfazwe ke yaqhubeka inzima nxamnye namaFilisti yonke imihla kaSawule.+ Xa uSawule ebone nayiphi na indoda enamandla okanye nawuphi na umntu olikroti, ubeyihlanganisela kuye.+
29 Aziqokelela ndawonye amaFilisti+ zonke iinkampu zawo eAfeki, ngoxa amaSirayeli ayemise inkampu ngasemthonjeni owawuseYizereli.+