Duteronomi 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+ 1 Samuweli 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Aza azibonela namadoda akwaSirayeli ukuba asezingxakini ezinkulu,+ ngenxa yokuba abantu babebandezelekile; abantu bazifihla emiqolombeni+ nasemigongxweni nasezingxondorheni nasemagumbini aphantsi komhlaba nasemihadini yamanzi.
25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+
6 Aza azibonela namadoda akwaSirayeli ukuba asezingxakini ezinkulu,+ ngenxa yokuba abantu babebandezelekile; abantu bazifihla emiqolombeni+ nasemigongxweni nasezingxondorheni nasemagumbini aphantsi komhlaba nasemihadini yamanzi.