1 Kronike 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi ke ngemini elandelayo, xa amaFilisti afikayo ukuza kuhluba+ ababuleweyo, afumana uSawule noonyana bakhe bewile eNtabeni yeGilbhowa.+ 2 Kronike 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.
8 Kwathi ke ngemini elandelayo, xa amaFilisti afikayo ukuza kuhluba+ ababuleweyo, afumana uSawule noonyana bakhe bewile eNtabeni yeGilbhowa.+
25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.