Levitikus 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+ Duteronomi 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+ 1 Samuweli 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 AmaFilisti akha uluhlu+ ukuze ahlangabezane noSirayeli, yaye idabi laqhuba kakubi, kangangokuba uSirayeli woyiswa phambi kwamaFilisti,+ awathi axabela amadoda angamawaka amane kuluhlu lwedabi oluvalekileyo entsimini.
17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+
25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+
2 AmaFilisti akha uluhlu+ ukuze ahlangabezane noSirayeli, yaye idabi laqhuba kakubi, kangangokuba uSirayeli woyiswa phambi kwamaFilisti,+ awathi axabela amadoda angamawaka amane kuluhlu lwedabi oluvalekileyo entsimini.