Yoshuwa 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye oonyana bakaSirayeli abanakukwazi ukumelana neentshaba zabo.+ Baya kuzinikela umva iintshaba zabo, ngenxa yokuba baye bayinto enikelwe kwintshabalalo. Andiyi kuba nani kwakhona ngaphandle kokuba niyibhubhise phakathi kwenu into enikelwe kwintshabalalo.+ INdumiso 44:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa ngoku usilahlile yaye uqhubeka usithoba,+Ibe akuphumi nemikhosi yethu.+ INdumiso 79:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba zimdle zamgqiba uYakobi,+Zaza zayiphanzisa indawo yakhe yokuhlala.+ INdumiso 106:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngokuphindaphindiweyo wabanikela esandleni seentlanga,+Ukuze abo babathiyayo babalawule,+
12 Yaye oonyana bakaSirayeli abanakukwazi ukumelana neentshaba zabo.+ Baya kuzinikela umva iintshaba zabo, ngenxa yokuba baye bayinto enikelwe kwintshabalalo. Andiyi kuba nani kwakhona ngaphandle kokuba niyibhubhise phakathi kwenu into enikelwe kwintshabalalo.+