IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Ukuba umnikelo wakhe otshiswayo uwuthabatha emhlambini,+ ematakaneni eegusha aziinkunzi okanye ezibhokhweni,+ wosondeza iduna eliphilileyo.+

  • ABagwebi 6:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kwaye umele wakhe isibingelelo sikaYehova uThixo wakho kwintloko yeli gwiba, ngoluhlu lwamatye, kwaye umele uthabathe ithole lesibini lenkomo eliyinkuzi uze ulinikele njengomnikelo otshiswayo ngeenkuni zesibonda esingcwele oza kusigawula.”

  • 1 Kumkani 18:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Wawa ke umlilo+ kaYehova, wawudla wawugqiba umnikelo otshiswayo+ neenkuni namatye nothuli, namanzi awayesemseleni wawakhotha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share