1 Samuweli 14:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Nemfazwe ke yaqhubeka inzima nxamnye namaFilisti yonke imihla kaSawule.+ Xa uSawule ebone nayiphi na indoda enamandla okanye nawuphi na umntu olikroti, ubeyihlanganisela kuye.+ 1 Kumkani 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Uyihlo wayenza lukhuni idyokhwe yethu, yaye, ke wena, yenze khaphukhaphu inkonzo enzima kayihlo nedyokhwe yakhe enzima+ awayibeka phezu kwethu,+ yaye siya kukukhonza.”+
52 Nemfazwe ke yaqhubeka inzima nxamnye namaFilisti yonke imihla kaSawule.+ Xa uSawule ebone nayiphi na indoda enamandla okanye nawuphi na umntu olikroti, ubeyihlanganisela kuye.+
4 “Uyihlo wayenza lukhuni idyokhwe yethu, yaye, ke wena, yenze khaphukhaphu inkonzo enzima kayihlo nedyokhwe yakhe enzima+ awayibeka phezu kwethu,+ yaye siya kukukhonza.”+