1 Kumkani 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 USolomon wayenamasekela alishumi elinesibini kuSirayeli wonke, kwaye ayelungiselela ukumkani nendlu yakhe ukutya. Kwakuba phezu kwakhe ngamnye ukulungiselela ukutya inyanga enye ngonyaka.+
7 USolomon wayenamasekela alishumi elinesibini kuSirayeli wonke, kwaye ayelungiselela ukumkani nendlu yakhe ukutya. Kwakuba phezu kwakhe ngamnye ukulungiselela ukutya inyanga enye ngonyaka.+