1 Kumkani 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+
7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+