Genesis 31:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Emva koko uYakobi wabingelela umbingelelo entabeni apho waza wamema abazalwana bakhe ukuba badle isonka.+ Badla ke isonka baza bachitha ubusuku entabeni apho. 1 Samuweli 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke uSamuweli wathabatha imvana eyanyayo waza wayinikela njengomnikelo otshiswayo, umnikelo opheleleyo,+ kuYehova; waqala ke uSamuweli ukumemeza kuYehova ecelela uSirayeli uncedo,+ noYehova wamphendula ke.+ 1 Samuweli 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wathi yena: “Kuthetha uxolo. Isizathu sokuza kwam kukubingelela kuYehova. Zingcwaliseni,+ yaye nimele nize nam embingelelweni.” Wandula ke wangcwalisa uYese noonyana bakhe, emva koko wababizela embingelelweni.
54 Emva koko uYakobi wabingelela umbingelelo entabeni apho waza wamema abazalwana bakhe ukuba badle isonka.+ Badla ke isonka baza bachitha ubusuku entabeni apho.
9 Wandula ke uSamuweli wathabatha imvana eyanyayo waza wayinikela njengomnikelo otshiswayo, umnikelo opheleleyo,+ kuYehova; waqala ke uSamuweli ukumemeza kuYehova ecelela uSirayeli uncedo,+ noYehova wamphendula ke.+
5 Wathi yena: “Kuthetha uxolo. Isizathu sokuza kwam kukubingelela kuYehova. Zingcwaliseni,+ yaye nimele nize nam embingelelweni.” Wandula ke wangcwalisa uYese noonyana bakhe, emva koko wababizela embingelelweni.