Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba isabelo sikaYehova ngabantu bakhe;+UYakobi yinxalenye yelifa lakhe.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+