1 Kumkani 1:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo. Isaya 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kubakho uhadi, nomrhubhe, nentambula, nembande, ndawonye newayini emathekweni abo;+ kodwa umsebenzi kaYehova abawukhathalele, nomsebenzi wezandla zakhe abawubonanga.+
40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo.
12 Kubakho uhadi, nomrhubhe, nentambula, nembande, ndawonye newayini emathekweni abo;+ kodwa umsebenzi kaYehova abawukhathalele, nomsebenzi wezandla zakhe abawubonanga.+