1 Samuweli 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo umoya+ kaYehova uya kusebenza kuwe, yaye ngokuqinisekileyo uya kuthetha njengomprofeti+ kunye nabo uze utshintshe ube ngomnye umntu. 1 Samuweli 19:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Waya ke eNayoti yaseRama, yaye umoya+ kaThixo waba phezu kwakhe, yena kanye, kwaye wahlabela mgama ehamba yaye waqhubeka ezenza umprofeti wada wafika eNayoti yaseRama.
6 Ngokuqinisekileyo umoya+ kaYehova uya kusebenza kuwe, yaye ngokuqinisekileyo uya kuthetha njengomprofeti+ kunye nabo uze utshintshe ube ngomnye umntu.
23 Waya ke eNayoti yaseRama, yaye umoya+ kaThixo waba phezu kwakhe, yena kanye, kwaye wahlabela mgama ehamba yaye waqhubeka ezenza umprofeti wada wafika eNayoti yaseRama.