1 Samuweli 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko bahamba apho baya endulini, yaye wahlangatyezwa liqela labaprofeti; kwaoko umoya kaThixo wasebenza kuye,+ waza waqalisa ukuthetha njengomprofeti+ phakathi kwabo. 1 Samuweli 19:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Waya ke eNayoti yaseRama, yaye umoya+ kaThixo waba phezu kwakhe, yena kanye, kwaye wahlabela mgama ehamba yaye waqhubeka ezenza umprofeti wada wafika eNayoti yaseRama. 1 Kumkani 18:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwathi kamsinya nje kwakudlula imini enkulu baqhubeka bezenza abaprofeti+ de kwanyuswa umnikelo wokudla okuziinkozo, akuzange kubekho lizwi, yaye akuzange kubekho uphendulayo, akuzange kunikelwe ngqalelo.+ 1 Kumkani 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati ukumkani wakwaYuda babehleli elowo etroneni yakhe, bambethe izambatho,+ esandeni kwisango laseSamariya; yaye bonke abaprofeti babeprofeta phambi kwabo.+
10 Ngoko bahamba apho baya endulini, yaye wahlangatyezwa liqela labaprofeti; kwaoko umoya kaThixo wasebenza kuye,+ waza waqalisa ukuthetha njengomprofeti+ phakathi kwabo.
23 Waya ke eNayoti yaseRama, yaye umoya+ kaThixo waba phezu kwakhe, yena kanye, kwaye wahlabela mgama ehamba yaye waqhubeka ezenza umprofeti wada wafika eNayoti yaseRama.
29 Kwathi kamsinya nje kwakudlula imini enkulu baqhubeka bezenza abaprofeti+ de kwanyuswa umnikelo wokudla okuziinkozo, akuzange kubekho lizwi, yaye akuzange kubekho uphendulayo, akuzange kunikelwe ngqalelo.+
10 Ke kaloku ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati ukumkani wakwaYuda babehleli elowo etroneni yakhe, bambethe izambatho,+ esandeni kwisango laseSamariya; yaye bonke abaprofeti babeprofeta phambi kwabo.+