Yoshuwa 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ekugqibeleni wasondeza indlu yakhe, indoda eyomeleleyo ngendoda eyomeleleyo, yaye uAkan unyana kaKarmi, unyana kaZabhedi, unyana kaZera, wesizwe sakwaYuda, wakhethwa.+ IZenzo 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.
18 Ekugqibeleni wasondeza indlu yakhe, indoda eyomeleleyo ngendoda eyomeleleyo, yaye uAkan unyana kaKarmi, unyana kaZabhedi, unyana kaZera, wesizwe sakwaYuda, wakhethwa.+
21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.