IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 14:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 USawule wathi ke ngoku: “Yenzani amaqashiso+ phakathi kwam noYonatan unyana wam.” Kwathatyathwa ke uYonatan.

  • IMizekeliso 13:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Aboni basukelwa yintlekele,+ kodwa amalungisa avuzwa ngokulungileyo.+

  • IMizekeliso 16:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Iqashiso liphoswa esondweni lengubo,+ kodwa sonke isigqibo sivela kuYehova.+

  • Yeremiya 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Njengokuhlazeka kwesela xa lifunyenwe, ngokunjalo abo bendlu kaSirayeli bazive behlazekile,+ bona, ookumkani babo, iinkosana zabo nababingeleli babo nabaprofeti babo.+

  • Yona 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bathi omnye komnye: “Yizani, senze amaqashiso,+ ukuze sazi ukuba kungenxa kabani na sisehlelwa yile ntlekele.”+ Kwaye baqhubeka besenza amaqashiso, yaye ekugqibeleni iqashiso laphuma noYona.+

  • IZenzo 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share