ABagwebi 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko amaFilisti ambamba aza awakrukra amehlo akhe,+ amhlisa amzisa eGaza,+ ambopha ngamakhamandela amabini obhedu;+ waza waba ngumsili+ endlwini yentolongo.+ 2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
21 Ngoko amaFilisti ambamba aza awakrukra amehlo akhe,+ amhlisa amzisa eGaza,+ ambopha ngamakhamandela amabini obhedu;+ waza waba ngumsili+ endlwini yentolongo.+
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+