ABagwebi 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Waza wawahlula amadoda angamakhulu amathathu angamabutho amathathu wabeka izigodlo+ ezandleni zawo onke neengqayi ezinkulu ezingenanto, nezikhuni zomlilo ngaphakathi kweengqayi ezinkulu. ABagwebi 9:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngenxa yoko wabathabatha abantu wabahlula bangamabutho amathathu+ baza balalela entsimini. Waza wakhangela, yaye abantu babephuma esixekweni. Ke kaloku waphakama nxamnye nabo waza wabaxabela. IMizekeliso 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngolwalathiso lwakho lobuchule uya kulwa imfazwe yakho,+ yaye ebuninzini babacebisi kukho usindiso.+
16 Waza wawahlula amadoda angamakhulu amathathu angamabutho amathathu wabeka izigodlo+ ezandleni zawo onke neengqayi ezinkulu ezingenanto, nezikhuni zomlilo ngaphakathi kweengqayi ezinkulu.
43 Ngenxa yoko wabathabatha abantu wabahlula bangamabutho amathathu+ baza balalela entsimini. Waza wakhangela, yaye abantu babephuma esixekweni. Ke kaloku waphakama nxamnye nabo waza wabaxabela.
6 Kuba ngolwalathiso lwakho lobuchule uya kulwa imfazwe yakho,+ yaye ebuninzini babacebisi kukho usindiso.+