1 Samuweli 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke wona amadoda angamatshivela,+ athi: “Uya kusisindisa njani na lo?”+ Ngako oko amdelela,+ aza akamzisela nantoni na esisipho.+ Kodwa yena waqhubeka ethe cwaka.+ IMizekeliso 24:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Nyana wam, yoyika uYehova nokumkani.+ Ungazibandakanyi nabo batshintsha-tshintshayo.+
27 Ke wona amadoda angamatshivela,+ athi: “Uya kusisindisa njani na lo?”+ Ngako oko amdelela,+ aza akamzisela nantoni na esisipho.+ Kodwa yena waqhubeka ethe cwaka.+