INdumiso 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uyigocagocile intliziyo yam, uyivelele ebusuku,+Undisulungekisile; uya kufumanisa ukuba andicebanga nto.+Umlomo wam awuyi kunxaxha.+ INdumiso 37:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Mlinde ongenakusoleka uze umkhangele othe tye,+Kuba ikamva laloo mntu liya kuba leloxolo.+ Yohane 18:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UPilato wathi kuye: “Yintoni na inyaniso?” Yaye emva kokutsho oku, waphuma kwakhona waya kumaYuda waza wathi kuwo: “Andifumani siphoso kuye.+ IZenzo 20:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Akukho mntu ndikhanuke silivere okanye golide okanye sivatho sakhe.+ 1 Tesalonika 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Enyanisweni, (niyazi nani ukuba) asizanga kuni ngentetho yokunkwalambisa,+ okanye ngembonakalo yobuxoki+ yenkanuko,+ uThixo ulingqina!
3 Uyigocagocile intliziyo yam, uyivelele ebusuku,+Undisulungekisile; uya kufumanisa ukuba andicebanga nto.+Umlomo wam awuyi kunxaxha.+
38 UPilato wathi kuye: “Yintoni na inyaniso?” Yaye emva kokutsho oku, waphuma kwakhona waya kumaYuda waza wathi kuwo: “Andifumani siphoso kuye.+
5 Enyanisweni, (niyazi nani ukuba) asizanga kuni ngentetho yokunkwalambisa,+ okanye ngembonakalo yobuxoki+ yenkanuko,+ uThixo ulingqina!