ABagwebi 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wamthengisa+ esandleni samaFilisti+ nasesandleni soonyana baka-Amoni.+ ABagwebi 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Oonyana bakaSirayeli babandakanyeka ekwenzeni okubi emehlweni kaYehova+ kwakhona, kangangokuba uYehova wabanikela esandleni samaFilisti+ iminyaka engamashumi amane.
7 Ngoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wamthengisa+ esandleni samaFilisti+ nasesandleni soonyana baka-Amoni.+
13 Oonyana bakaSirayeli babandakanyeka ekwenzeni okubi emehlweni kaYehova+ kwakhona, kangangokuba uYehova wabanikela esandleni samaFilisti+ iminyaka engamashumi amane.