Numeri 33:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Yaye kothi kanye njengoko ndicinge ukwenza kubo ndenjenjalo nakuni.’”+ ABagwebi 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngapha koko, wahlanganisa oonyana baka-Amoni+ nabaka-Amaleki+ nxamnye nabo. Baza baya kumxabela uSirayeli yaye basithabatha isixeko semithi+ yesundu saba lilifa labo.
13 Ngapha koko, wahlanganisa oonyana baka-Amoni+ nabaka-Amaleki+ nxamnye nabo. Baza baya kumxabela uSirayeli yaye basithabatha isixeko semithi+ yesundu saba lilifa labo.