1 Samuweli 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.” 1 Samuweli 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noko ke, abantu bala ukuliphulaphula ilizwi likaSamuweli+ baza bathi: “Hayi, kodwa ke thina siya kuba nokumkani phezu kwethu.
5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.”
19 Noko ke, abantu bala ukuliphulaphula ilizwi likaSamuweli+ baza bathi: “Hayi, kodwa ke thina siya kuba nokumkani phezu kwethu.