Duteronomi 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Xa uthe ekugqibeleni wafika kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, walihlutha, wahlala kulo,+ wathi, ‘Mandizimisele ukumkani njengazo zonke iintlanga ezindijikelezileyo’;+ 1 Samuweli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku nanku ukumkani enimnyulileyo, enimcelileyo;+ yabonani, uYehova ubeke ukumkani phezu kwenu.+ Hoseya 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Uphi, ke ngoko, ukumkani wakho, ukuze akusindise kuzo zonke izixeko zakho,+ nabagwebi bakho, owathi ngabo, ‘Ndinike ukumkani neenkosana’?+ IZenzo 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.
14 “Xa uthe ekugqibeleni wafika kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, walihlutha, wahlala kulo,+ wathi, ‘Mandizimisele ukumkani njengazo zonke iintlanga ezindijikelezileyo’;+
13 Ke kaloku nanku ukumkani enimnyulileyo, enimcelileyo;+ yabonani, uYehova ubeke ukumkani phezu kwenu.+
10 “Uphi, ke ngoko, ukumkani wakho, ukuze akusindise kuzo zonke izixeko zakho,+ nabagwebi bakho, owathi ngabo, ‘Ndinike ukumkani neenkosana’?+
21 Kodwa ukususela ngoko bafuna ukumkani,+ waza uThixo wabanika uSawule unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin,+ kangangeminyaka engamashumi amane.