Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+ 1 Samuweli 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko uHana wasukuma emva kokuba bedlile eShilo nasemva kokusela, ngoxa uEli umbingeleli wayehleli esihlalweni ngasemgubasini wetempile+ kaYehova.
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
9 Ngoko uHana wasukuma emva kokuba bedlile eShilo nasemva kokusela, ngoxa uEli umbingeleli wayehleli esihlalweni ngasemgubasini wetempile+ kaYehova.