Eksodus 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye bamele bandenzele ingcwele, ndize ndimise umnquba wam phakathi kwabo.+ Eksodus 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ngenyanga yokuqala, ngolokuqala usuku enyangeni leyo,+ uze uwumise umnquba wentente yokuhlangana.+ 1 Samuweli 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngako oko kwakamsinya nje akuba emlumle, wenyuka naye, kunye nenkunzi yenkomo eminyaka mithathu ubudala ne-efa enye yomgubo nengqayi enkulu yewayini,+ waza wangena endlwini kaYehova eShilo.+ Kwaye inkwenkwe yayikunye naye. 1 Samuweli 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nesibane sikaThixo sasingekacinywa, yaye uSamuweli wayelele etempileni+ kaYehova, apho kwakukho khona ityeya kaThixo. 2 Samuweli 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+ 2 Samuweli 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekubandezelekeni kwam ndaqhubeka ndibiza kuYehova,+Ndaqhubeka ndibiza kuThixo wam.+Wandula ke yena esetempileni yakhe waliva ilizwi lam,+Ngokukhalela kwam uncedo ezindlebeni zakhe.+ INdumiso 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Inye into endiyicelileyo kuYehova+—Ndiya kufuna yona,+Ukuba ndihlale endlwini kaYehova yonke imihla yobomi bam,+Ndibone ukuthandeka kukaYehova+Ndize ndikhangele ngoxabiso etempileni yakhe.+
2 “Ngenyanga yokuqala, ngolokuqala usuku enyangeni leyo,+ uze uwumise umnquba wentente yokuhlangana.+
24 Ngako oko kwakamsinya nje akuba emlumle, wenyuka naye, kunye nenkunzi yenkomo eminyaka mithathu ubudala ne-efa enye yomgubo nengqayi enkulu yewayini,+ waza wangena endlwini kaYehova eShilo.+ Kwaye inkwenkwe yayikunye naye.
3 Nesibane sikaThixo sasingekacinywa, yaye uSamuweli wayelele etempileni+ kaYehova, apho kwakukho khona ityeya kaThixo.
2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+
7 Ekubandezelekeni kwam ndaqhubeka ndibiza kuYehova,+Ndaqhubeka ndibiza kuThixo wam.+Wandula ke yena esetempileni yakhe waliva ilizwi lam,+Ngokukhalela kwam uncedo ezindlebeni zakhe.+
4 Inye into endiyicelileyo kuYehova+—Ndiya kufuna yona,+Ukuba ndihlale endlwini kaYehova yonke imihla yobomi bam,+Ndibone ukuthandeka kukaYehova+Ndize ndikhangele ngoxabiso etempileni yakhe.+