1 Kumkani 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 kwaye eneneni ndiya kuhlala phakathi koonyana bakaSirayeli,+ yaye andiyi kubashiya abantu bam amaSirayeli.”+ INdumiso 94:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+Engayi kulishiya nelifa lakhe.+ Roma 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+
13 kwaye eneneni ndiya kuhlala phakathi koonyana bakaSirayeli,+ yaye andiyi kubashiya abantu bam amaSirayeli.”+
11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+