Eksodus 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye bamele bandenzele ingcwele, ndize ndimise umnquba wam phakathi kwabo.+ Levitikus 26:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Eneneni ndohamba phakathi kwenu, ndibe nguThixo wenu,+ nina nibe ngabantu bam.+ INdumiso 132:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uYehova unyule iZiyon;+Uyilangazelele ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala:+ 2 Korinte 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+ ISityhilelo 21:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngako oko ndeva ilizwi elikhulu livela etroneni lisithi: “Khangela! Intente+ kaThixo iphakathi koluntu, yaye uya kuhlala+ nalo, lube ngabantu bakhe.+ Naye abe nguThixo walo.+
16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
3 Ngako oko ndeva ilizwi elikhulu livela etroneni lisithi: “Khangela! Intente+ kaThixo iphakathi koluntu, yaye uya kuhlala+ nalo, lube ngabantu bakhe.+ Naye abe nguThixo walo.+