Genesis 47:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYosefu wangenisa uYakobi uyise waza wamazisa kuFaro, waza uYakobi wamsikelela uFaro.+ Rute 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye, khangela! uBhohazi wafika evela eBhetelehem wathi kubavuni: “UYehova abe nani.”+ Babesithi kuye: “UYehova akusikelele.”+ 1 Samuweli 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekugqibeleni uSamuweli wafika kuSawule, waza uSawule wathi kuye: “Mawusikelelwe+ wena nguYehova. Ndiliphumezile ilizwi likaYehova.”+ 1 Samuweli 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngelo thuba, omnye wabafana waxela kuAbhigali, umfazi kaNabhali, esithi: “Khangela! UDavide uthumele abathunywa bevela entlango ukuza kunqwenelela inkosi yethu okuhle, kodwa yona yabakhalimela kakhulu.+
4 Yaye, khangela! uBhohazi wafika evela eBhetelehem wathi kubavuni: “UYehova abe nani.”+ Babesithi kuye: “UYehova akusikelele.”+
13 Ekugqibeleni uSamuweli wafika kuSawule, waza uSawule wathi kuye: “Mawusikelelwe+ wena nguYehova. Ndiliphumezile ilizwi likaYehova.”+
14 Ngelo thuba, omnye wabafana waxela kuAbhigali, umfazi kaNabhali, esithi: “Khangela! UDavide uthumele abathunywa bevela entlango ukuza kunqwenelela inkosi yethu okuhle, kodwa yona yabakhalimela kakhulu.+