Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ 1 Samuweli 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Aza azibonela namadoda akwaSirayeli ukuba asezingxakini ezinkulu,+ ngenxa yokuba abantu babebandezelekile; abantu bazifihla emiqolombeni+ nasemigongxweni nasezingxondorheni nasemagumbini aphantsi komhlaba nasemihadini yamanzi.
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
6 Aza azibonela namadoda akwaSirayeli ukuba asezingxakini ezinkulu,+ ngenxa yokuba abantu babebandezelekile; abantu bazifihla emiqolombeni+ nasemigongxweni nasezingxondorheni nasemagumbini aphantsi komhlaba nasemihadini yamanzi.