1 Samuweli 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 AmaHebhere ada awela neYordan+ esiya kwilizwe lakwaGadi+ naseGiliyadi. Kodwa uSawule yena wayeseseGiligali, yaye bonke abantu babengcangcazela ngoxa bemlandela.+ 1 Samuweli 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 USawule yena wayehleli kummandla ongaphandle kweGibheya+ phantsi komthi werharnati oseMigron; yaye abantu ababekunye naye babemalunga namakhulu amathandathu amadoda.+
7 AmaHebhere ada awela neYordan+ esiya kwilizwe lakwaGadi+ naseGiliyadi. Kodwa uSawule yena wayeseseGiligali, yaye bonke abantu babengcangcazela ngoxa bemlandela.+
2 USawule yena wayehleli kummandla ongaphandle kweGibheya+ phantsi komthi werharnati oseMigron; yaye abantu ababekunye naye babemalunga namakhulu amathandathu amadoda.+