ABagwebi 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo.
6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo.