IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Maze kuthi ke ibhinqa eliselula endothi kulo, ‘Nceda uthobe ingqayi yakho, ndisele,’ lize ngenene lithi lona, ‘Sela, neenkamela zakho ndoziseza,’ ibe lilo olabele umkhonzi wakho,+ uIsake; ndize ngale ndlela ndazi mna ngoko ukuba ubonakalise uthando olunyanisekileyo kwinkosi yam.”+

  • ABagwebi 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwaye umele uphulaphule oko bakuthethayo,+ yaye emva koko izandla zakho ngokuqinisekileyo ziya komelela,+ kwaye uya kuqiniseka ngokwehlela enkampini.” Ngoko yena noPura umlindi wakhe behla baya esiphelweni sabo baxhotyiselwe idabi enkampini.

  • 1 Samuweli 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kumele kuthi ke xa le miqondiso+ ifika kuwe, wena wenze oko kusemandleni akho,+ ngenxa yokuba uTHIXO oyinyaniso unawe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share